Petition To CRL


Guest

/ #90

2016-11-17 19:51

Wena crl uzochitha inkululeko yethu uxakwe yinto mawuyenze
kuba icawe ezinje nge Revelation church of god zicawa ezithunywe ngunkulunkulu kuba zizokhulula ama Africa kwingxaki zawo baninzi abantu bakhululeka pha .
Nam ndingomnye wabo